2 Izikronike 23:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ize kungangeni bani endlwini kaYehova, ngaphandle kwababingeleli nabalungiseleli bakubaLevi; bona baya kungena ngokuba bangcwele; bonke abantu bazigcine izigxina zikaYehova.

2 Izikronike 23

2 Izikronike 23:3-14