2 Izikronike 20:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba sithe safikelwa bububi, nalikrele, nangumgwebo, nayindyikitya yokufa, nayindlala, sema phambi kwale ndlu, naphambi kwakho (ngokuba likulé ndlu igama lakho), sakhala kuwe ekubandezelekeni kwethu, wòsiva usindise.

2 Izikronike 20

2 Izikronike 20:5-16