2 Izikronike 20:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona ke naba oonyana baka-Amon, nabakaMowabhi, nabasentabeni, yakwaSehire, owawungavumanga ukuba amaSirayeli abangenele ekuphumeni kwawo ezweni laseYiputa; ngokuba ábayeka, àkabatshabalalisa;

2 Izikronike 20

2 Izikronike 20:4-12