2 Izikronike 20:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abuya onke amadoda akwaYuda nawaseYerusalem, uYehoshafati esentloko kuwo, ukuze abuye aye eYerusalem, enovuyo; ngokuba uYehova wenza ukuba azivuyelele iintshaba zawo.

2 Izikronike 20

2 Izikronike 20:19-30