2 Izikronike 16:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngelo xesha uHanani, imboni, weza kuAsa, ukumkani wamaYuda, wathi kuye, Ekubeni wayama kukumkani wama-Aram, akwayama kuYehova uThixo wakho, ngoko ke iphulukile esandleni sakho impi yokumkani wama-Aram.

2 Izikronike 16

2 Izikronike 16:1-12