2 Izikronike 16:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAsa ukumkani wawathabatha onke amaYuda; awasusa amatye eRama, nemithi yayo, awayesakha ngayo uBhahesha; wákha ke ngayo iGebha neMizpa.

2 Izikronike 16

2 Izikronike 16:1-9