1 Usamuweli 9:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bavuka kusasa; kwathi, xa kunyuka isifingo, uSamuweli wamemeza kuSawule phezu kwendlu, esithi, Vuka, ndikugoduse. Wavuka uSawule; baphuma baya phandle bobabini, yena noSamuweli.

1 Usamuweli 9

1 Usamuweli 9:18-27