1 Usamuweli 9:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yayinonyana ogama linguSawule, umfo omtsha, omhle, ebekungekho mfo phakathi koonyana bakaSirayeli umhle kunaye; ethabathela emagxeni akhe anyuse, ubemde kubantu bonke.

1 Usamuweli 9

1 Usamuweli 9:1-9