1 Usamuweli 9:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwakukho ndoda yakwaBhenjamin, igama lalinguKishe, unyana ka-Abhiyeli, unyana kaTserore, unyana kaBhekorati, unyana ka-Afiya, unyana womBhenjamin, indoda esisityebi.

1 Usamuweli 9

1 Usamuweli 9:1-3