1 Usamuweli 8:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

abamisele yena babe ngabathetheli bamawaka, naBathetheli bamashumi ngamahlanu, balíme amasimi akhe, bavune ukutya kwakhe, benzé iimpahla zakhe zemfazwe neempahla zenqwelo yakhe.

1 Usamuweli 8

1 Usamuweli 8:9-17