1 Usamuweli 8:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Lilo eli ísiko lokumkani oya kuba ngukumkani kuni: Oonyana benu uya kubathabatha abamisele yena ezinqwelweni zakhe zokulwa, nasemahasheni akhe akhwelwayo, babaleke phambi kwenqwelo yakhe;

1 Usamuweli 8

1 Usamuweli 8:4-20