1 Usamuweli 7:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USamuweli wathabatha itakane elanyayo, walinyusa lalidini elinyukayo lonke liphela kuYehova. Wakhala uSamuweli kuYehova ngenxa yamaSirayeli; uYehova wamphendula.

1 Usamuweli 7

1 Usamuweli 7:7-17