1 Usamuweli 7:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, xa uSamuweli alinyusayo idini elinyukayo, amaFilisti asondela, esiza kulwa namaSirayeli. UYehova wadudumisa ngezwi elikhulu loo mini kumaFilisti, wawaqungaqunga; abulawa phambi kwamaSirayeli.

1 Usamuweli 7

1 Usamuweli 7:6-15