1 Usamuweli 6:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi amadoda aseBhete-shemeshe, Ngubani na onako ukuma phambi koYehova, lo Thixo uyingcwele? Uya kunyuka aye kubani na, ukusuka kwakhe kuthi?

1 Usamuweli 6

1 Usamuweli 6:19-21