1 Usamuweli 6:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabetha emadodeni aseBhete-shemeshe, ngokuba ayikhangakhangelayo ityeya kaYehova; wabulala ebantwini abo amadoda angamashumi asixhenxe emadodeni angamawaka angamashumi amahlanu. Benza isijwili abantu, ngokuba uYehova ebabulele abantu ngobulalo olukhulu.

1 Usamuweli 6

1 Usamuweli 6:12-21