1 Usamuweli 30:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuza uDavide kuYehova, esithi, Ndíwasukele na la matutu? Ndowafumana na? Wathi kuye, Sukela; ngokuba ùya kuwafumana okunene; uya kuhlangula konke.

1 Usamuweli 30

1 Usamuweli 30:1-18