1 Usamuweli 3:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uEli kuSamuweli, Hamba uye kulala; kothi, ukuba úthe wakubiza, uthi, Thetha, Yehova, ngokuba esiva umkhonzi wakho. Waya uSamuweli, walala endaweni yakhe.

1 Usamuweli 3

1 Usamuweli 3:1-18