1 Usamuweli 3:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waqokela uYehova wambiza uSamuweli okwesithathu. Wavuka weza kuEli, wathi kuye, Ndilapha; ngokuba undibizile. Waqonda uEli ukuba uYehova umbizile umntwana.

1 Usamuweli 3

1 Usamuweli 3:6-17