1 Usamuweli 28:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akavuma ke; wathi, Andiyi kudla. Bamzama abakhonzi bakhe kwanenkazana leyo. Waliphulaphula izwi labo, wavuka ke emhlabeni, wahlala elukhukweni.

1 Usamuweli 28

1 Usamuweli 28:14-25