1 Usamuweli 28:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khawuliphulaphule nawe ngoko izwi lomkhonzazana wakho; makhe ndibeke iqhekeza lesonka phambi kwakho, udle, ube namandla xa uhamba indlela.

1 Usamuweli 28

1 Usamuweli 28:13-23