1 Usamuweli 28:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngaloo mihla, amaFilisti ayihlanganisa yonke imikhosi yawo, ukuze aphume umkhosi aye kulwa namaSirayeli. Wathi uAkishe kuDavide, Yazi ngokuqinisekileyo ukuba ùya kuphuma nomkhosi wam, wena namadoda akho.

1 Usamuweli 28

1 Usamuweli 28:1-10