1 Usamuweli 27:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAkishe wakholwa nguDavide, wathi, Úgqibile ukuzinukisa ebantwini bakowabo kwaSirayeli; wóba ngumkhonzi wam ke ngonaphakade.

1 Usamuweli 27

1 Usamuweli 27:9-12