1 Usamuweli 26:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSawule, Ndonile; buya, nyana wam Davide; ngokuba andisayi kuba sakwenza nto imbi, ngendawo yokuba umphefumlo wam ubunqabile emehlweni akho namhla. Uyabona, ndenze ngobudenge, ndalahleka ngokukhulukazi.

1 Usamuweli 26

1 Usamuweli 26:20-25