1 Usamuweli 26:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngoko malingaphalali igazi lam emhlabeni, ndíkude nobuso bukaYehova; ngokuba kuphume ukumkani wamaSirayeli, weza kufuna intakumba embala, njengosukela isikhwatsha ezintabeni.

1 Usamuweli 26

1 Usamuweli 26:13-21