1 Usamuweli 24:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa umntu alufumanayo utshaba lwakhe, wólundulula ngendlela elungileyo yini na? UYehova makabuyekeze kuwe okulungileyo ngenxa yoko undenze ngako namhla.

1 Usamuweli 24

1 Usamuweli 24:11-22