1 Usamuweli 21:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide wamphendula umbingeleli, wathi kuye, Inene abafazi bathintelekile ukuza kuthi ezi ntsuku zontathu; ekuphumeni kwam ibingcwele impahla yabafana; nokuba ibiyindlela yabantu bonke, yosuka ingcwaliswe yimpahla le namhla.

1 Usamuweli 21

1 Usamuweli 21:3-15