1 Usamuweli 21:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umbingeleli wamphendula uDavide, wathi kuye, Akukho sonka sisesabantu bonke phantsi kwesandla sam; sesingcwele sodwa isonka esikhoyo; ukuba abafana bathe kodwa bazigcina kubafazi.

1 Usamuweli 21

1 Usamuweli 21:3-8