1 Usamuweli 2:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndamnyula na ezizweni zonke zakwaSirayeli, ukuba abe ngumbingeleli kum, anyuke esibingelelweni sam, aqhumisele ngeziqhumiso, anxibe iefodi phambi kwam? Ndayinika yonke indlu kayihlo konke ukudla kwasemlilweni koonyana bakaSirayeli?

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:25-32