1 Usamuweli 2:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kweza umntu kaThixo kuEli, wathi kuye, Utsho uYehova ukuthi, Kanene ndazityhila na kwindlu kayihlo, beseYiputa endlwini kaFaro?

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:18-36