1 Usamuweli 2:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi umntu lowo akuthi kuye, Kuya kuqhunyiselwa inene ngamanqatha kwangoku, wandule ke uzithabathele, njengoko umphefumlo wakho unqwenela ngako: athi yena, Hayi, ndinike ngoku; ukuba akundiniki, ndoyithabatha ngamandla.

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:7-26