1 Usamuweli 2:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo kungekaqhunyiselwa ngamanqatha, ubesithi umfana wakwambingeleli, eze kumntu obingelelayo, athi, Ethe inyama, yoselwe umbingeleli; kuba akayi kwamkela nyama iphekiweyo kuwe, mayibe yekrwada.

1 Usamuweli 2

1 Usamuweli 2:12-19