1 Usamuweli 19:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waxelelwa uSawule, wasusa abanye abathunywa, baprofeta kananjalo nabo. Waphinda uSawule wasusa abathunywa bengabesithathu, baprofeta kananjalo nabo.

1 Usamuweli 19

1 Usamuweli 19:14-24