1 Usamuweli 19:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USawule wasusa abathunywa bokumbamba uDavide. Babona ibandla labaprofeti beprofeta, noSamuweli emi engumongameli wabo. UMoya kaThixo wabafikela abathunywa bakaSawule, baprofeta kananjalo nabo.

1 Usamuweli 19

1 Usamuweli 19:11-24