1 Usamuweli 18:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USawule wabawisela abakhonzi bakhe umthetho, wathi, Thethani ngasese kuDavide, nithi, Yabona, ukumkani ukunanzile, bonke abakhonzi bakhe bayakuthanda; ke ngoko yiba ngumyeni kukumkani.

1 Usamuweli 18

1 Usamuweli 18:16-24