1 Usamuweli 18:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSawule, Ndiya kumnika yona ibe ngumgibe kuye, sibe kuye isandla samaFilisti. Wathi uSawule kuDavide, Ùya kuba ngumyeni kum namhla ngandlela mbini.

1 Usamuweli 18

1 Usamuweli 18:15-22