1 Usamuweli 17:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ithe yanako ukulwa nam, yandibulala, soba ngabakhonzi kuni; ukuba ndithe ndayeyisa mna, ndayibulala, noba ngabakhonzi kuthi, nisikhonze.

1 Usamuweli 17

1 Usamuweli 17:1-17