Yema, yamemeza kwizintlu zakwaSirayeli, yathi kuzo, Yini na ukuba niphume nakhe uluhlu lokulwa? Andinguye na umFilisti, nayƩ nina ningabakhonzi bakaSawule? Zikhetheleni indoda, ihle ize kum.