1 Usamuweli 16:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuSamuweli, Ùya kumlilela kude kube nini na uSawule, ndimcekisile nje ukuba angabi kumkani kumaSirayeli? Zalisa isigodlo sakho ngeoli, uhambe; ndiya kukuthumela kuYese waseBhetelehem; ngokuba ndizibonele ukumkani koonyana bakhe.

1 Usamuweli 16

1 Usamuweli 16:1-9