USamuweli akabuyanga abonane noSawule, kwada kwayimini yokufa kwakhe; kuba uSamuweli wamlilela uSawule.Wazohlwaya uYehova ngenxa yokuba ebemenze uSawule ukumkani kwaSirayeli.