1 Usamuweli 15:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSamuweli, Njengokuba ikrele lakho labahluthayo abafazi abantwana babo, úya kwenjiwa njalo unyoko phakathi kwabafazi, ukuhluthwa abantwana. USamuweli wamxhaxha uAgagi phambi koYehova eGiligali.

1 Usamuweli 15

1 Usamuweli 15:31-35