1 Usamuweli 15:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uSamuweli, Mziseni apha kum uAgagi, ukumkani wama-Amaleki. Waya uAgagi kuye echwayithile. Wathi uAgagi, Inene, bugqithile ubukrakra bokufa.

1 Usamuweli 15

1 Usamuweli 15:23-35