1 Usamuweli 14:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kumaSirayeli onke, Yibani ngelinye icala nina, ndibe ngelinye icala, mna noYonatan unyana wam. Bathi abantu kuSawule, Yenza okulungileyo emehlweni akho.

1 Usamuweli 14

1 Usamuweli 14:38-46