1 Usamuweli 14:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ehleli nje uYehova osindise amaSirayeli, nokuba sibe sikuYonatan unyana wam, ubeya kufa. Akwabakho umphendulayo ebantwini bonke.

1 Usamuweli 14

1 Usamuweli 14:32-43