1 Usamuweli 13:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abona amadoda akwaSirayeli ukuba abandezelekile (kuba abantu bebefingiwe), abantu bazímela emiqolombeni, nasezimfanteni, nasezingxondorheni, nasemiweweni, nasemihadini.

1 Usamuweli 13

1 Usamuweli 13:1-9