1 Usamuweli 13:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

AmaFilisti azihlanganisela ukulwa namaSirayeli: iinqwelo zokulwa zaba ngamashumi omathathu amawaka, nabamahashe bangamawaka amathandathu, abantu bangangentlabathi eselunxwemeni lolwandle ukuba baninzi; anyuka ke amisa iintente eMikmas phambi kweBhetaven.

1 Usamuweli 13

1 Usamuweli 13:1-10