1 Usamuweli 12:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nanku ndikho; ngqinani ngam phambi koYehova, naphambi komthanjiswa wakhe: ndathabatha nkomo kabani na? ndathabatha esile likabani na? ndacudisa bani na? ndavikiva bani na? ndathabatha esandleni sikabani na ucamagusho lokumfamekisa amehlo am? ndonibuyisela.

1 Usamuweli 12

1 Usamuweli 12:1-9