1 Usamuweli 12:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kaloku nanko ukumkani ehamba phambi kwenu. Ke mna ndaluphele, ndiyingwevu; nabo oonyana bam benani. Mna ndihambé phambi kwenu kwasebuncinaneni bam unanamhla.

1 Usamuweli 12

1 Usamuweli 12:1-4