1 Usamuweli 11:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nanko uSawule, ehamba emva kweenkomo, evela ezindle; wathi uSawule, Banantoni na abantu, belila nje? Bamxelela ke amazwi amadoda aseYabheshe.

1 Usamuweli 11

1 Usamuweli 11:1-8