1 Usamuweli 11:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bafika abathunywa eGibheha yakwaSawule, bawathetha loo mazwi ezindlebeni zabantu; baliphakamisa bonke abantu izwi labo, balila.

1 Usamuweli 11

1 Usamuweli 11:1-7