1 Usamuweli 1:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uElikana umyeni wakhe kuye, Hana, ulilelani na? Yini na ukuba ungadli? Yini na ukuba ibe mbi intliziyo yakho? Andilungile na kuwe ngaphezu koonyana abalishumi?

1 Usamuweli 1

1 Usamuweli 1:6-17